IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 18:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 “‘Ke yena umprofeti ofane nje wacinga ukuthetha egameni lam ilizwi endingamyalelanga ukuba alithethe+ nothe wathetha egameni lathixo bambi,+ loo mprofeti umele afe.+

  • Yeremiya 23:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Utsho uYehova wemikhosi ukuthi: “Musani ukuwaphulaphula amazwi abaprofeti abaniprofetelayo.+ Banenza nibe lilize.+ Bathetha umbono wentliziyo yabo+—kungekhona okuvela emlonyeni kaYehova.+

  • Yeremiya 23:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Batsho kaninzi-ninzi kwabo bangenantlonelo ngam ukuthi, ‘UYehova uthethile wathi: “Niya kuba noxolo.”+ Nakuye wonke ohamba ngobulukhuni bentliziyo yakhe+ bathe, ‘Akukho ntlekele iya kunifikela.’+

  • Hezekile 13:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 “Babone oko kungeyonyaniso nokuvumisa okububuxoki,+ abo bathi, ‘Utsho uYehova,’ abe uYehova yena engabathumanga, yaye balindele ukuba ilizwi libe yinyaniso.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share