Yeremiya 14:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Waza uYehova wahlabela mgama wathi kum: “Abaprofeti baprofeta ubuxoki egameni lam.+ Andibathumanga, ndingabayalelanga okanye ndathetha kubo.+ Baniprofetela umbono wobuxoki nokuvumisa nento engenaxabiso+ nenkohliso yentliziyo yabo.+ Yeremiya 28:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Waza uYeremiya umprofeti wahlabela mgama wathi kuHananiya+ umprofeti: “Khawuncede, phulaphula, Hananiya! UYehova akakuthumelanga, kodwa wena ubangele esi sizwana sakholosa ngobuxoki.+ Hezekile 13:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Yeha ke abaprofeti abaziziyatha,+ abahamba belandela umoya wabo,+ xa kungekho nto bayibonileyo!+ Hezekile 22:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Nabaprofeti bakhe bazityabekela ngokuqaba mhlophe,+ bebona into engeyonene+ kwaye bebavumisela ubuxoki,+ besithi: “Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi,” abe yena uYehova engathethanga.
14 Waza uYehova wahlabela mgama wathi kum: “Abaprofeti baprofeta ubuxoki egameni lam.+ Andibathumanga, ndingabayalelanga okanye ndathetha kubo.+ Baniprofetela umbono wobuxoki nokuvumisa nento engenaxabiso+ nenkohliso yentliziyo yabo.+
15 Waza uYeremiya umprofeti wahlabela mgama wathi kuHananiya+ umprofeti: “Khawuncede, phulaphula, Hananiya! UYehova akakuthumelanga, kodwa wena ubangele esi sizwana sakholosa ngobuxoki.+
3 Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Yeha ke abaprofeti abaziziyatha,+ abahamba belandela umoya wabo,+ xa kungekho nto bayibonileyo!+
28 Nabaprofeti bakhe bazityabekela ngokuqaba mhlophe,+ bebona into engeyonene+ kwaye bebavumisela ubuxoki,+ besithi: “Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi,” abe yena uYehova engathethanga.