Levitikus 27:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Makungabikho namnye umntu onikelwe kwintshabalalo othi akhululwe.+ Ufanele abulawe afe.+ Yoshuwa 6:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ke nina, zigcineni kwinto enikelwe kwintshabalalo,+ ngokoyikela ukuba nisenokuzinqwenela+ nize nizithabathe ezinye zezinto ezinikelwe kwintshabalalo+ nize nenze inkampu kaSirayeli into enikelwe kwintshabalalo, niyizisele ishwangusha.+ 1 Samuweli 15:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kodwa uSawule nabantu baba nemfesane ngoAgagi nangezona zilungileyo emhlambini wezimvu nasemhlambini weenkomo+ nezityebileyo nakwiinkunzi zeegusha nakuko konke oko kwakulungile, babenganqweneli kukutshabalalisa.+ Zona ke zonke ezinye iimpahla ezazidelekile nababezigatya, ezi bazitshabalalisa. 1 Kronike 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Bona oonyana bakaKarmi+ yayinguAkare owamhlisela ishwangusha uSirayeli,+ owenza isenzo sokungathembeki ngento enikelwe kwintshabalalo.+ Yeremiya 48:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Makaqalekiswe owenza uthumo lukaYehova ngokungakhathali;+ makaqalekiswe nolinqandayo ikrele lakhe egazini!
18 Ke nina, zigcineni kwinto enikelwe kwintshabalalo,+ ngokoyikela ukuba nisenokuzinqwenela+ nize nizithabathe ezinye zezinto ezinikelwe kwintshabalalo+ nize nenze inkampu kaSirayeli into enikelwe kwintshabalalo, niyizisele ishwangusha.+
9 Kodwa uSawule nabantu baba nemfesane ngoAgagi nangezona zilungileyo emhlambini wezimvu nasemhlambini weenkomo+ nezityebileyo nakwiinkunzi zeegusha nakuko konke oko kwakulungile, babenganqweneli kukutshabalalisa.+ Zona ke zonke ezinye iimpahla ezazidelekile nababezigatya, ezi bazitshabalalisa.
7 Bona oonyana bakaKarmi+ yayinguAkare owamhlisela ishwangusha uSirayeli,+ owenza isenzo sokungathembeki ngento enikelwe kwintshabalalo.+
10 “Makaqalekiswe owenza uthumo lukaYehova ngokungakhathali;+ makaqalekiswe nolinqandayo ikrele lakhe egazini!