33 Kwakukho indoda eyayigoba isaphetha ngobumsulwa, kodwa yabetha+ ukumkani wakwaSirayeli phakathi kwezihlomo nesambatho sentsimbi, kangangokuba wathi kumqhubi wenqwelo:+ “Jika isandla sakho, undikhuphe kule nkampu, ngenxa yokuba ndingxwelerheke kakubi.”+