2 Kronike 18:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ukumkani wakwaSirayeli wathi kuYehoshafati: “Ndiza kuzenza mntu wumbi+ ndingene edabini, kodwa wena yambatha izambatho zakho.”+ Ngako oko, ukumkani wakwaSirayeli wazenza mntu wumbi, emva koko bangena edabini.+
29 Ukumkani wakwaSirayeli wathi kuYehoshafati: “Ndiza kuzenza mntu wumbi+ ndingene edabini, kodwa wena yambatha izambatho zakho.”+ Ngako oko, ukumkani wakwaSirayeli wazenza mntu wumbi, emva koko bangena edabini.+