1 Kumkani 22:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ukumkani wakwaSirayeli wathi kuYehoshafati: “Ndiza kuzenza mntu wumbi ndingene edabini,+ kodwa wena yambatha izambatho zakho.”+ Ngako oko, ukumkani wakwaSirayeli wazenza mntu wumbi+ waza wangena edabini.+
30 Ukumkani wakwaSirayeli wathi kuYehoshafati: “Ndiza kuzenza mntu wumbi ndingene edabini,+ kodwa wena yambatha izambatho zakho.”+ Ngako oko, ukumkani wakwaSirayeli wazenza mntu wumbi+ waza wangena edabini.+