IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 15:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 UAsa wenza okulungileyo emehlweni kaYehova, njengoDavide ukhokho wakhe.+

  • 2 Kronike 14:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 UAsa wenza okufanelekileyo nokulungileyo emehlweni kaYehova uThixo wakhe.

  • 2 Kronike 14:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 UAsa wabiza kuYehova uThixo wakhe+ wathi: “Owu Yehova, ngokuphathelele ukunceda, akunamsebenzi kuwe enoba baninzi okanye ngabo bangenamandla.+ Khawusincede, Yehova Thixo wethu, kuba sayama ngawe,+ siza nxamnye nesi sihlwele ngegama lakho.+ Owu Yehova, unguThixo wethu.+ Musa ukuvumela umntu ofayo abe namandla nxamnye nawe.”+

  • 2 Kronike 15:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ngokukhawuleza nje akuweva uAsa loo mazwi nesiprofeto sikaOdedi+ umprofeti, waba nesibindi waza wazitshitshisa izinto ezilizothe+ kulo lonke ilizwe lakwaYuda nelakwaBhenjamin nakwizixeko awayezithimbile kummandla weentaba wakwaEfrayim,+ waza wasihlaziya isibingelelo sikaYehova esasiphambi kweveranda kaYehova.+

  • 2 Kronike 17:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Waza uYehova waqhubeka enoYehoshafati,+ ngenxa yokuba wayehamba ezindleleni zangaphambili zikaDavide ukhokho wakhe+ yaye akazange afune ooBhahali.+

  • INtshumayeli 12:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ukuqosheliswa kombandela, emva kokuba yonk’ into iviwe, naku: Yoyika uTHIXO oyinyaniso+ uze ugcine imiyalelo yakhe.+ Kuba oku kuyimbopheleleko yomntu.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share