Yoshuwa 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Akukho bani uya kuma ngokuqinileyo phambi kwakho yonke imihla yobomi bakho.+ Kanye njengoko ndaba noMoses nawe ndiya kuba nawe.+ Andiyi kukulahla okanye ndikushiye ngokupheleleyo.+ 1 Kronike 22:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “Akanani na uYehova uThixo wenu,+ yaye akaninikanga kuphumla na macala onke?+ Kuba wabanikela esandleni sam abemi beli lizwe, yaye loyiswa ilizwe phambi koYehova+ naphambi kwabantu bakhe. INdumiso 46:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 UYehova wemikhosi ukunye nathi;+UTHIXO kaYakobi uyindawo ephakamileyo enqabisekileyo kuthi.+ Seʹlah. Roma 8:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Sithini na, ke ngoko, kwezi zinto? Ukuba uThixo ungakuthi, ngubani na oya kuba nxamnye nathi?+
5 Akukho bani uya kuma ngokuqinileyo phambi kwakho yonke imihla yobomi bakho.+ Kanye njengoko ndaba noMoses nawe ndiya kuba nawe.+ Andiyi kukulahla okanye ndikushiye ngokupheleleyo.+
18 “Akanani na uYehova uThixo wenu,+ yaye akaninikanga kuphumla na macala onke?+ Kuba wabanikela esandleni sam abemi beli lizwe, yaye loyiswa ilizwe phambi koYehova+ naphambi kwabantu bakhe.
7 UYehova wemikhosi ukunye nathi;+UTHIXO kaYakobi uyindawo ephakamileyo enqabisekileyo kuthi.+ Seʹlah.