IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 27:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 “‘Uqalekisiwe umntu owenza umfanekiso oqingqiweyo+ okanye otyhidiweyo,+ nto leyo ecekisekayo kuYehova,+ eyimveliso yezandla zosebenza ngomthi nangesinyithi,+ ayibeke endaweni esitheleyo.’ (Baphendule bonke abantu bathi, ‘Amen!’)+

  • 2 Kumkani 23:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 UYosiya wabatshayela abaneshologu+ nabaxeli-ziganeko kwangaphambili abaziinkunkqele+ nemilonde-khaya+ nezithixo ezinezothe+ nazo zonke izinto ezilizothe+ ezazibonakala kwilizwe lakwaYuda naseYerusalem, ukuze awaphumeze amazwi omthetho+ awayebhalwe encwadini+ eyayifunyenwe nguHilekiya umbingeleli endlwini kaYehova.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share