1 Kumkani 14:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 kodwa wenza okubi ngakumbi kunabo bonke abo babengaphambi kwakho, wahamba waya kuzenzela omnye uthixo+ nemifanekiso etyhidiweyo+ ukuze undicaphukise,+ yaye undinikele umva;+ 2 Kumkani 3:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuphela wanamathela kwizono zikaYerobhoham+ unyana kaNebhati, awamonisa ngazo uSirayeli.+ Akazange emke kuzo.
9 kodwa wenza okubi ngakumbi kunabo bonke abo babengaphambi kwakho, wahamba waya kuzenzela omnye uthixo+ nemifanekiso etyhidiweyo+ ukuze undicaphukise,+ yaye undinikele umva;+
3 Kuphela wanamathela kwizono zikaYerobhoham+ unyana kaNebhati, awamonisa ngazo uSirayeli.+ Akazange emke kuzo.