1 Kumkani 12:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ngenxa yoko ukumkani waceba+ waza wenza amathole amabini enkomo ngegolide+ waza wathi ebantwini: “Yinkxamleko ukuba niye eYerusalem. Nanku uThixo wakho,+ Sirayeli, owakukhupha ezweni laseYiputa.”+ 2 Kumkani 10:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Kodwa izono zikaYerobhoham+ unyana kaNebhati, awamonisa ngazo uSirayeli,+ uYehu akazange aphambuke ekuzilandeleni, oko kukuthi, amathole egolide+ elinye lawo laliseBheteli elinye likwaDan.+
28 Ngenxa yoko ukumkani waceba+ waza wenza amathole amabini enkomo ngegolide+ waza wathi ebantwini: “Yinkxamleko ukuba niye eYerusalem. Nanku uThixo wakho,+ Sirayeli, owakukhupha ezweni laseYiputa.”+
29 Kodwa izono zikaYerobhoham+ unyana kaNebhati, awamonisa ngazo uSirayeli,+ uYehu akazange aphambuke ekuzilandeleni, oko kukuthi, amathole egolide+ elinye lawo laliseBheteli elinye likwaDan.+