ABagwebi 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye oonyana bakaSirayeli benza okubi emehlweni kaYehova+ bakhonza ooBhahali.+ 1 Kumkani 16:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ngapha koko, wamisa isibingelelo sikaBhahali endlwini+ kaBhahali awayakhayo eSamariya. 2 Kumkani 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 UAhaziya wawa+ kuthango lwegumbi lakhe eliseluphahleni+ elaliseSamariya waza wagula. Ngoko wathumela abathunywa waza wathi kubo: “Hambani, niye kubuza+ kuBhahali-zebhubhi+ uthixo wase-Ekron+ enoba ndiya kuphila na kwesi sifo.”+
2 UAhaziya wawa+ kuthango lwegumbi lakhe eliseluphahleni+ elaliseSamariya waza wagula. Ngoko wathumela abathunywa waza wathi kubo: “Hambani, niye kubuza+ kuBhahali-zebhubhi+ uthixo wase-Ekron+ enoba ndiya kuphila na kwesi sifo.”+