15 “‘Ke bona ababingeleli bobuLevi,+ oonyana bakaTsadoki,+ abayinyamekelayo imbopheleleko yengcwele yam xa oonyana bakaSirayeli baphambukayo kum, bona baya kusondela kum ukuze balungiselele kum,+ kwaye bamele beme phambi kwam+ banikele amanqatha+ negazi,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova.