Hezekile 44:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “‘Kodwa bona ke abaLevi abashenxela kude kum+ ekuphambukeni kukaSirayeli, owaphambukayo wemka kum, waphambukela kwizithixo zabo ezinezothe, nabo bamele basithwale isiphoso sabo.+ Hezekile 48:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Siya kuba sesababingeleli, abo bangcwalisiweyo koonyana bakaTsadoki,+ abayinyamekelayo imbopheleleko yam, abangazange baphambuke ekuphambukeni koonyana bakaSirayeli, kanye njengoko abaLevi baphambukayo.+
10 “‘Kodwa bona ke abaLevi abashenxela kude kum+ ekuphambukeni kukaSirayeli, owaphambukayo wemka kum, waphambukela kwizithixo zabo ezinezothe, nabo bamele basithwale isiphoso sabo.+
11 Siya kuba sesababingeleli, abo bangcwalisiweyo koonyana bakaTsadoki,+ abayinyamekelayo imbopheleleko yam, abangazange baphambuke ekuphambukeni koonyana bakaSirayeli, kanye njengoko abaLevi baphambukayo.+