IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 9:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Nabani na ophalaza igazi lomntu, lophalazwa ngumntu nelakhe igazi,+ kuba umntu wenziwa ngomfanekiso kaThixo.

  • Numeri 35:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 “‘Nize ningalingcolisi ilizwe enikulo; kuba ligazi elingcolisa ilizwe,+ yaye ilizwe alinakucanyangushelwa ngenxa yegazi eliphalaziweyo kulo ngaphandle kwangegazi lalowo uliphalazileyo.+

  • Duteronomi 19:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ze lingabi nasizi iliso lakho ngaye,+ yaye umele ulisuse ityala legazi elimsulwa kwaSirayeli,+ ukuze kulunge kuwe.

  • Duteronomi 21:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Wolisusa ke wena ityala legazi elimsulwa phakathi kwakho,+ xa uthe wenza okulungileyo emehlweni kaYehova.+

  • 2 Kumkani 9:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 ‘“Ngokuqinisekileyo igazi+ likaNabhoti negazi loonyana bakhe+ ndilibonile izolo,” utsho uYehova, “yaye ngokuqinisekileyo ndiya kukubuyekeza+ kwesi siqwenga somhlaba,” utsho uYehova.’ Ngoko, mphakamise; mphose kwisiqwenga somhlaba ngokwelizwi likaYehova.”+

  • IMizekeliso 28:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Umntu osindwa lityala legazi lomphefumlo uya kusabela nasemhadini.+ Mabangambambi.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share