1 Kumkani 10:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kwakukho izinyuko ezithandathu eziya etroneni, yaye emva kwetrone kwakukho isigubungelo esisisazinge, ibe kwakukho indawo yokubeka iingalo kweli cala nakweliya cala lendawo yokuhlala, yaye kwakumi iingonyama ezimbini+ ecaleni kwendawo yokubeka iingalo.+ 2 Kronike 9:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yaye kwakukho iingonyama ezilishumi elinesibini+ ezazimi apho kwizinyuko ezithandathu, kweli cala nakweliya cala. Akukho bukumkani bumbi benza enjengayo kanye.+ Hezekile 41:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ubuso bomntu, bubheke emfanekisweni womthi wesundu kweli cala,+ nobuso bengonyama entsha enesingci, bubheke emfanekisweni womthi wesundu kweliya icala, ikroliwe endlwini yonke macala onke. Hoseya 5:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kuba ndiya kuba njengengonyama entsha kuEfrayim+ nanjengengonyama entsha enesingci kwindlu kaYuda. Mna, ndiya kuqwenga ndimke, ndithimbe, kungabikho mhlanguli.+
19 Kwakukho izinyuko ezithandathu eziya etroneni, yaye emva kwetrone kwakukho isigubungelo esisisazinge, ibe kwakukho indawo yokubeka iingalo kweli cala nakweliya cala lendawo yokuhlala, yaye kwakumi iingonyama ezimbini+ ecaleni kwendawo yokubeka iingalo.+
19 Yaye kwakukho iingonyama ezilishumi elinesibini+ ezazimi apho kwizinyuko ezithandathu, kweli cala nakweliya cala. Akukho bukumkani bumbi benza enjengayo kanye.+
19 Ubuso bomntu, bubheke emfanekisweni womthi wesundu kweli cala,+ nobuso bengonyama entsha enesingci, bubheke emfanekisweni womthi wesundu kweliya icala, ikroliwe endlwini yonke macala onke.
14 Kuba ndiya kuba njengengonyama entsha kuEfrayim+ nanjengengonyama entsha enesingci kwindlu kaYuda. Mna, ndiya kuqwenga ndimke, ndithimbe, kungabikho mhlanguli.+