1 Kumkani 7:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Emacaleni awayephakathi kwemivalo enqamlezileyo kwakukho iingonyama,+ iinkunzi zeenkomo+ neekherubhi,+ yaye kwakunjalo phezu kwemivalo enqamlezileyo. Ngaphezulu nangasentla kweengonyama neenkunzi zenkomo kwakukho izidanga+ ezijingayo.
29 Emacaleni awayephakathi kwemivalo enqamlezileyo kwakukho iingonyama,+ iinkunzi zeenkomo+ neekherubhi,+ yaye kwakunjalo phezu kwemivalo enqamlezileyo. Ngaphezulu nangasentla kweengonyama neenkunzi zenkomo kwakukho izidanga+ ezijingayo.