1 Kumkani 14:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Wabuthabatha ubuncwane bendlu kaYehova nobuncwane bendlu kakumkani;+ wathabatha yonke into.+ Wathabatha nawo onke amakhaka egolide awayenziwe nguSolomon.+ 2 Kronike 12:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngoko uShishaki+ ukumkani waseYiputa waphuma nxamnye neYerusalem waza wabuthabatha ubuncwane bendlu kaYehova+ nobuncwane bendlu kakumkani.+ Wathabatha yonke into; wathabatha amakhaka egolide awayenziwe nguSolomon.+
26 Wabuthabatha ubuncwane bendlu kaYehova nobuncwane bendlu kakumkani;+ wathabatha yonke into.+ Wathabatha nawo onke amakhaka egolide awayenziwe nguSolomon.+
9 Ngoko uShishaki+ ukumkani waseYiputa waphuma nxamnye neYerusalem waza wabuthabatha ubuncwane bendlu kaYehova+ nobuncwane bendlu kakumkani.+ Wathabatha yonke into; wathabatha amakhaka egolide awayenziwe nguSolomon.+