IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 31:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Wathi uYehova kuMoses: “Yabona! Uya kulala kookhokho bakho;+ yaye ngokuqinisekileyo siya kusuka+ esi sizwana sibe neentlobano zokuziphatha okubi noothixo basemzini belizwe esiya kulo,+ esiya kuba phakathi kwabo, yaye ngokuqinisekileyo siya kundishiya+ size siwaphule umnqophiso wam endiwenze naso.+

  • Duteronomi 32:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Bona, bandikhweletisa ngoko kungengothixo;+

      Bandiqumbisa ngezithixo zabo ezililize;+

      Nam, ndiya kubakhweletisa ngoko kungesosizwana;+

      Ndibacaphukise ngohlanga olunobuyatha.+

  • 1 Korinte 8:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ngokuphathelele ukutyiwa+ kokutya okunikelwe kwizithixo, siyazi ukuba isithixo asinto+ ehlabathini, nokuba akukho Thixo ngaphandle nje komnye.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share