IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 12:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Baqala ke ukumemeza kuYehova becela uncedo+ baza bathi: ‘Sonile,+ kuba simshiyile uYehova ukuze sikhonze ooBhahali+ nemifanekiso ka-Ashtoreti;+ ke kaloku sihlangule+ esandleni seentshaba zethu, ukuze sikukhonze.’

  • 1 Samuweli 12:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Nize ningaphambuki nilandele izinto ezingeyonene+ ezingeyongenelo+ nezingahlanguliyo, ngenxa yokuba zizinto ezingeyonene.

  • 1 Kumkani 16:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 ngenxa yezono zonke zikaBhahasha nezono zikaElaha+ unyana wakhe awona ngazo nawamonisa ngazo uSirayeli ngokucaphukisa uYehova uTHIXO kaSirayeli ngezithixo zabo ezililize.+

  • IZenzo 14:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 besithi: “Madoda, kutheni nisenza ezi zinto nje? Nathi singabantu+ abanobulwelwe+ obufanayo njengoko ninjalo nani, yaye sivakalisa iindaba ezilungileyo kuni, ukuba nani nijike kwezi zinto zililize+ niye kuThixo ophilayo,+ owenza izulu+ nomhlaba nolwandle nezinto zonke ezikuzo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share