34 Ke kaloku uBhen-hadadi wathi kuye: “Ndiya kuzibuyisa izixeko+ ubawo awazithabatha kuyihlo; uzabele izitrato eDamasko njengoko ubawo wazabelayo eSamariya.”
“Yaye ke mna, ndiya kukundulula ngomnqophiso.”+
Waza wenza umnqophiso kunye naye wamndulula.