IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IZenzo 9:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Yaye nalapha inegunya elivela kubabingeleli abaziintloko lokubafaka imixokelelwane bonke abo babiza egameni lakho.”+

  • IZenzo 11:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 yaye, emva kokuba emfumene, wamzisa kwa-Antiyokwe. Kangangonyaka uphela bahlanganisana ndawonye nabo ebandleni baza bafundisa isihlwele esikhulu, yaye kwaqala kwa-Antiyokwe ukuba abafundi ngolwalathiso lobuthixo babizwe ngokuba ngamaKristu.+

  • IZenzo 22:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Yaye ndayitshutshisa le Ndlela kwasa ekufeni,+ ndibopha yaye ndinikela ezintolongweni+ amadoda nabafazi,

  • IZenzo 24:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kodwa ndiyakuvuma oku kuwe, ukuba ndinikela inkonzo engcwele kuTHIXO wookhokho bakowethu+ ngokulandela indlela abayibiza ngokuba ‘lihlelo,’ njengoko ndizikholelwa zonke izinto ezibekwe eMthethweni+ nezibhalwe kubaProfeti;

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share