IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 12:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Yaye ukumkani akazange abaphulaphule abantu,+ ngenxa yokuba imicimbi yaguquka ngokuphuma kuYehova,+ ukuze eneneni aliphumeze ilizwi+ elathethwa nguYehova ngoAhiya+ umShilo kuYerobhoham unyana kaNebhati.

  • 1 Kumkani 14:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ngoko uYerobhoham wathi emfazini wakhe: “Nceda, uvuke, uze uzenze mntu wumbi+ ukuze bangakwazi ukuba ungumfazi kaYerobhoham, uze uye eShilo. Khangela! Ulapho umprofeti uAhiya.+ Nguye owathetha ngokubhekisele kum njengoza kuba ngukumkani phezu kwesi sizwana.+

  • 2 Kronike 9:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Ke eminye imicimbi kaSolomon,+ eyokuqala neyokugqibela, ayibhalwanga na phakathi kwamazwi kaNatan+ umprofeti naseziprofetweni zika-Ahiya+ umShilo+ nakwingxelo yemibono kaIdo+ imboni ngokuphathelele uYerobhoham+ unyana kaNebhati?+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share