IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 28:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ngoko uSawule wazenza mntu wumbi,+ wambatha ezinye izambatho waza wahamba, yena namadoda amabini kunye naye; bafika kuloo mfazi ngobusuku.+ Ke kaloku wathi: “Sebenzisa ukuvumisa,+ khawundincede, ngeshologu uze undinyusele lowo ndiya kumtyumba kuwe.”

  • 2 Samuweli 14:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ngako oko uYowabhi wathumela eTekowa,+ wathabatha apho umfazi osisilumko+ waza wathi kuye: “Nceda, ukhe uzile, uze wambathe, nceda, izambatho zokuzila, ungazithambisi ngeoli;+ yaye umele ube njengomfazi lo ubezilele uthile ofileyo kangangemihla emininzi.+

  • 1 Kumkani 22:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Ukumkani wakwaSirayeli wathi kuYehoshafati: “Ndiza kuzenza mntu wumbi ndingene edabini,+ kodwa wena yambatha izambatho zakho.”+ Ngako oko, ukumkani wakwaSirayeli wazenza mntu wumbi+ waza wangena edabini.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share