IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 115:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  8 Abo bazenzayo baya kuba njengazo kanye,+

      Bonke abo bakholosa ngazo.+

  • Isaya 44:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Abayili bemifanekiso eqingqiweyo bonke abayonto yokwenene,+ nezinto zabo ezithandekayo aziyi kuba yingenelo;+ njengamangqina abo aziboni nto yaye azazi nto,+ ukuze zibe neentloni.+

  • Yeremiya 2:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Utsho uYehova ukuthi: “Yintoni na engekho sikweni abayifumeneyo ooyihlo kum,+ le nto bakhwelele kude kum,+ balandela isithixo esililize+ baza nabo baba lilize?+

  • Roma 1:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 ngenxa yokuba, nangona babemazi uThixo, abakhange bamzukise njengoThixo bengakhange futhi bambulele,+ kodwa basuka baba ziziphukuphuku+ kwiingcinga zabo, neentliziyo zabo ezingenakuqiqa zenziwa mnyama.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share