Duteronomi 32:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Bona, bandikhweletisa ngoko kungengothixo;+Bandiqumbisa ngezithixo zabo ezililize;+Nam, ndiya kubakhweletisa ngoko kungesosizwana;+Ndibacaphukise ngohlanga olunobuyatha.+ 1 Kumkani 16:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Wahamba kuyo yonke indlela kaYerobhoham unyana kaNebhati+ nakwisono sakhe awamonisa ngaso uSirayeli ngokumcaphukisa uYehova uTHIXO kaSirayeli ngezithixo zakhe ezililize.+ 2 Kumkani 17:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 baqhubeka beyigatya imimiselo yakhe nomnqophiso wakhe+ awayewenze nookhokho babo nezikhumbuzo+ awayebalumkise ngazo, baza baqhubeka belandela izithixo ezililize+ nabo baba lilize,+ ngokulinganisa iintlanga ezazibangqongile, ezo uYehova wayebayalele ngazo ukuba bangenzi njengazo;+ IZenzo 14:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 besithi: “Madoda, kutheni nisenza ezi zinto nje? Nathi singabantu+ abanobulwelwe+ obufanayo njengoko ninjalo nani, yaye sivakalisa iindaba ezilungileyo kuni, ukuba nani nijike kwezi zinto zililize+ niye kuThixo ophilayo,+ owenza izulu+ nomhlaba nolwandle nezinto zonke ezikuzo.
21 Bona, bandikhweletisa ngoko kungengothixo;+Bandiqumbisa ngezithixo zabo ezililize;+Nam, ndiya kubakhweletisa ngoko kungesosizwana;+Ndibacaphukise ngohlanga olunobuyatha.+
26 Wahamba kuyo yonke indlela kaYerobhoham unyana kaNebhati+ nakwisono sakhe awamonisa ngaso uSirayeli ngokumcaphukisa uYehova uTHIXO kaSirayeli ngezithixo zakhe ezililize.+
15 baqhubeka beyigatya imimiselo yakhe nomnqophiso wakhe+ awayewenze nookhokho babo nezikhumbuzo+ awayebalumkise ngazo, baza baqhubeka belandela izithixo ezililize+ nabo baba lilize,+ ngokulinganisa iintlanga ezazibangqongile, ezo uYehova wayebayalele ngazo ukuba bangenzi njengazo;+
15 besithi: “Madoda, kutheni nisenza ezi zinto nje? Nathi singabantu+ abanobulwelwe+ obufanayo njengoko ninjalo nani, yaye sivakalisa iindaba ezilungileyo kuni, ukuba nani nijike kwezi zinto zililize+ niye kuThixo ophilayo,+ owenza izulu+ nomhlaba nolwandle nezinto zonke ezikuzo.