IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 5:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Wambiza uMoses uSirayeli+ wonke, wathi kuye: “Yiva, Sirayeli, imimiselo nezigwebo+ endizithethayo ezindlebeni zenu namhlanje, nize nizifunde, nizenze ngenyameko.+

  • Duteronomi 8:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Uze ulumke ungamlibali+ uYehova uThixo wakho ngokuthi ungayigcini imiyalelo yakhe nezigwebo zakhe nemimiselo yakhe endikuyalela yona namhlanje;+

  • 2 Kumkani 17:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 yaye uYehova waqhubeka emlumkisa+ uSirayeli+ noYuda+ ngabo bonke abaprofeti bakhe+ nangazo zonke iimboni zakhe,+ esithi: “Buyani ezindleleni zenu ezimbi+ nize nigcine imiyalelo yam,+ imimiselo yam,+ ngokuvisisana nawo wonke umthetho+ endayalela ngawo ookhokho benu+ nendanithumelela wona ngabakhonzi bam abaprofeti”;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share