IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 55:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Umntu ongendawo makashiye indlela yakhe,+ nomntu owenzakalisayo makashiye iingcamango zakhe;+ makabuyele kuYehova, oya kuba nenceba kuye,+ kuThixo wethu, kuba uya kuxolela ngokukhulu.+

  • Yeremiya 18:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 “Ke kaloku, khawuncede, utsho kumadoda akwaYuda nakubemi baseYerusalem ukuthi, ‘Utsho uYehova ukuthi: “Yabonani, ndiniyilela intlekele kwaye ndinicingela ingcamango.+ Khanincede, nibuye, ngamnye endleleni yakhe embi, nilungise iindlela zenu nezenzo zenu.”’”+

  • Yeremiya 25:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Yaye uYehova wathumela kuni bonke abakhonzi bakhe abaprofeti, evuka ekuseni aze abathumele, kodwa aniphulaphulanga,+ ningathobanga nendlebe yenu ukuze niphulaphule,+

  • Hezekile 18:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Lahlani konke ukunxaxha kwenu eniye nanxaxha ngako+ nize nizenzele intliziyo entsha+ nomoya omtsha,+ kuba kutheni na ukuba nife,+ ndlu kaSirayeli?’

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share