2 Kumkani 18:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ukumkani waseAsiriya+ wathumela uTartan+ noRabhesarisi noRabheshake+ bevela eLakishe+ kuKumkani uHezekiya nomkhosi wamajoni omkhulu eYerusalem, ukuze benyuke beze eYerusalem. Ngoko benyuka baza baya kuma ngakumsele+ wechibi eliphezulu,+ okuhola wendlela yentsimi yomcoci weempahla.+ Isaya 36:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ekugqibeleni ukumkani waseAsiriya wathumela uRabheshake+ evela eLakishe+ ukuba aye eYerusalem,+ kuKumkani uHezekiya, nomkhosi wamajoni omkhulu, yaye wema ngxi ngakumsele+ wechibi eliphezulu+ kuhola wendlela wentsimi yomcoci weempahla.+
17 Ukumkani waseAsiriya+ wathumela uTartan+ noRabhesarisi noRabheshake+ bevela eLakishe+ kuKumkani uHezekiya nomkhosi wamajoni omkhulu eYerusalem, ukuze benyuke beze eYerusalem. Ngoko benyuka baza baya kuma ngakumsele+ wechibi eliphezulu,+ okuhola wendlela yentsimi yomcoci weempahla.+
2 Ekugqibeleni ukumkani waseAsiriya wathumela uRabheshake+ evela eLakishe+ ukuba aye eYerusalem,+ kuKumkani uHezekiya, nomkhosi wamajoni omkhulu, yaye wema ngxi ngakumsele+ wechibi eliphezulu+ kuhola wendlela wentsimi yomcoci weempahla.+