-
2 Kronike 32:15INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
15 Ke kaloku musani ukukhohliswa+ nguHezekiya okanye anilukuhle+ ngale ndlela musani ukumkholelwa, kuba akukho thixo walo naluphi na uhlanga okanye ubukumkani obunako ukuhlangula abantu babo esandleni sam nasesandleni sookhokho bam. Wobeka phi ke lo Thixo wenu ukungabi nako ukunihlangula esandleni sam!’”+
-
-
Daniyeli 3:15INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
15 Ke ukuba nithe ngoku nalungela ukuthi xa nisiva isandi sesigodlo, nesempempe, nesekitare, nesohadi olunxantathu, nesomrhubhe, nesempempe enengxowa, nesazo zonke iintlobo zezixhobo zomculo,+ niwe phantsi ninqule umfanekiso endiwenzileyo, kolunga. Kodwa ukuba aninquli, ngawo lo mzuzu niya kuphoswa ezikweni elivutha umlilo. Yaye nguwuphi na uthixo onokunihlangula ezandleni zam?”+
-