IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 5:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kodwa wathi uFaro: “Ngubani na uYehova,+ ukuba ndingade ndithobele ilizwi lakhe lokuba ndimndulule uSirayeli?+ Andimazi konke konke uYehova+ yaye, ngaphezu koko, andiyi kumndulula uSirayeli.”+

  • 2 Kronike 32:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ke kaloku musani ukukhohliswa+ nguHezekiya okanye anilukuhle+ ngale ndlela musani ukumkholelwa, kuba akukho thixo walo naluphi na uhlanga okanye ubukumkani obunako ukuhlangula abantu babo esandleni sam nasesandleni sookhokho bam. Wobeka phi ke lo Thixo wenu ukungabi nako ukunihlangula esandleni sam!’”+

  • Isaya 36:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ngabaphi na phakathi kwabo bonke oothixo bala mazwe abaye balihlangula ilizwe labo esandleni sam+ ukuba ade uYehova ayihlangule iYerusalem esandleni sam?”’”+

  • Isaya 37:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Ngubani na omngcikivileyo+ waza wamtshabhisa?+

      Yaye ngubani na ophakamise ilizwi lakho nxamnye naye+

      Ngaba uwaphakamisela phezulu na amehlo akho?+

      Nxamnye naLowo Ungcwele kaSirayeli!+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share