Isaya 41:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “Abaxhwalekileyo nabangamahlwempu bafuna amanzi,+ kodwa akakho. Lona kanye ulwimi lwabo lomile+ ngenxa yonxano.+ Mna, Yehova, ndiya kubaphendula.+ Mna, THIXO kaSirayeli, andiyi kubashiya.+
17 “Abaxhwalekileyo nabangamahlwempu bafuna amanzi,+ kodwa akakho. Lona kanye ulwimi lwabo lomile+ ngenxa yonxano.+ Mna, Yehova, ndiya kubaphendula.+ Mna, THIXO kaSirayeli, andiyi kubashiya.+