1 Samuweli 17:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 Naye ke uDavide wathi kumFilisti: “Uza kum unekrele nomkhonto nentshuntshe,+ kodwa mna ndiza kuwe ngegama likaYehova wemikhosi,+ uTHIXO wezintlu zedabi zakwaSirayeli, omngcikivileyo.+ 2 Kumkani 18:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Ngabaphi na phakathi kwabo thixo bala mazwe abaye balihlangula ilizwe labo esandleni sam,+ kangangokude uYehova ayihlangule iYerusalem esandleni sam?”’”+ Isaya 36:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngabaphi na phakathi kwabo bonke oothixo bala mazwe abaye balihlangula ilizwe labo esandleni sam+ ukuba ade uYehova ayihlangule iYerusalem esandleni sam?”’”+
45 Naye ke uDavide wathi kumFilisti: “Uza kum unekrele nomkhonto nentshuntshe,+ kodwa mna ndiza kuwe ngegama likaYehova wemikhosi,+ uTHIXO wezintlu zedabi zakwaSirayeli, omngcikivileyo.+
35 Ngabaphi na phakathi kwabo thixo bala mazwe abaye balihlangula ilizwe labo esandleni sam,+ kangangokude uYehova ayihlangule iYerusalem esandleni sam?”’”+
20 Ngabaphi na phakathi kwabo bonke oothixo bala mazwe abaye balihlangula ilizwe labo esandleni sam+ ukuba ade uYehova ayihlangule iYerusalem esandleni sam?”’”+