2 Kumkani 18:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Yaye ningamvumeli uHezekiya anibangele nikholose ngoYehova,+ esithi: “UYehova uya kusihlangula ngokuqinisekileyo,+ yaye esi sixeko asiyi kunikelwa esandleni sikakumkani waseAsiriya.”+ Isaya 10:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kuba uthe, ‘Ngokuqinisekileyo ndiya kwenza ngokwamandla esandla sam,+ nangobulumko bam, kuba ndinokuqonda; yaye ndiya kuyishenxisa imida yezizwana,+ nengqwebo yazo ngokuqinisekileyo ndiya kuyiphanga,+ ndibehlise abemi kanye njengalowo unamandla.+ Isaya 14:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Wena ke, uthe entliziyweni yakho, ‘Ndiya kunyuka ndiye ezulwini.+ Itrone yam+ ndiya kuyiphakamisa phezu kweenkwenkwezi+ zikaThixo, yaye ndiya kuhlala phantsi entabeni yokuhlangana,+ kweyona mimandla ithe qelele yasemntla.+ Mateyu 23:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Nabani na oziphakamisayo uya kuthotywa,+ yaye nabani na ozithobayo uya kuphakanyiswa.+
30 Yaye ningamvumeli uHezekiya anibangele nikholose ngoYehova,+ esithi: “UYehova uya kusihlangula ngokuqinisekileyo,+ yaye esi sixeko asiyi kunikelwa esandleni sikakumkani waseAsiriya.”+
13 Kuba uthe, ‘Ngokuqinisekileyo ndiya kwenza ngokwamandla esandla sam,+ nangobulumko bam, kuba ndinokuqonda; yaye ndiya kuyishenxisa imida yezizwana,+ nengqwebo yazo ngokuqinisekileyo ndiya kuyiphanga,+ ndibehlise abemi kanye njengalowo unamandla.+
13 Wena ke, uthe entliziyweni yakho, ‘Ndiya kunyuka ndiye ezulwini.+ Itrone yam+ ndiya kuyiphakamisa phezu kweenkwenkwezi+ zikaThixo, yaye ndiya kuhlala phantsi entabeni yokuhlangana,+ kweyona mimandla ithe qelele yasemntla.+