IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 14:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kwanemithi yejunipha+ iye yanemihlali ngawe, imisedare yaseLebhanon, isithi, ‘Ukususela ekulaleni kwakho, akunyuki mgawuli+ weenkuni nxamnye nathi.’

  • Isaya 37:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Ngabakhonzi bakho umngcikivile uYehova wathi,+

      ‘Ngobuninzi beenqwelo zam zokulwa mna+—

      Ngokuqinisekileyo ndiya kunyukela kwimimandla ephakamileyo yeentaba,+

      Kweyona mimandla ithe qelele yaseLebhanon;+

      Yaye ndiya kuyigawula imisedare yayo ephakamileyo, imithi yayo emihle yejunipha.+

      Yaye ndiya kungena kwindawo yayo yokugqibela ephakamileyo, ihlathi lebhoma layo.+

  • Isaya 60:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 “Lona kanye uzuko lweLebhanon luya kuza kuwe, umthi wejunipha, umthi womqwehle nomsipres ngaxeshanye,+ ukuze kuhonjiswe indawo yengcwele yam;+ kwaye ndiya kuyizukisa indawo yeenyawo zam.+

  • Hezekile 31:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Eminye imisedare yayingalingani nawo emyezweni kaThixo.+ Ke yona imithi yejunipha, yayingafani nawo ngokuphathelele amasebe awo. Nemithi yompleyini yayingafani nayo ngamasebe. Awukho omnye umthi owawufana nawo ngobuhle bawo emyezweni kaThixo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share