2 Kumkani 19:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Mhlawumbi uYehova uThixo wakho uya kuweva+ onke amazwi kaRabheshake, lowo ukumkani waseAsiriya inkosi yakhe yamthumela ukuba angcikive+ uTHIXO ophilayo, yaye uya kumphendulisa ngamazwi awevileyo uYehova uThixo wakho.+ Umele uthandaze+ ngenxa yentsalela+ efumanekayo.’” 2 Kumkani 19:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngubani na omngcikivileyo+ waza wamtshabhisa?+Yaye ngubani na ophakamise ilizwi lakho nxamnye naye+Ngaba uwaphakamisela phezulu na amehlo akho?+Nxamnye naLowo Ungcwele kaSirayeli!+ 2 Kronike 32:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Wabhala neencwadi+ zokungcikiva uYehova uTHIXO kaSirayeli+ wathetha nxamnye naye, esithi: “Njengoothixo beentlanga+ zala mazwe abangabahlangulanga abantu babo esandleni sam,+ ngoko noTHIXO kaHezekiya akayi kubahlangula abantu bakhe esandleni sam.”
4 Mhlawumbi uYehova uThixo wakho uya kuweva+ onke amazwi kaRabheshake, lowo ukumkani waseAsiriya inkosi yakhe yamthumela ukuba angcikive+ uTHIXO ophilayo, yaye uya kumphendulisa ngamazwi awevileyo uYehova uThixo wakho.+ Umele uthandaze+ ngenxa yentsalela+ efumanekayo.’”
22 Ngubani na omngcikivileyo+ waza wamtshabhisa?+Yaye ngubani na ophakamise ilizwi lakho nxamnye naye+Ngaba uwaphakamisela phezulu na amehlo akho?+Nxamnye naLowo Ungcwele kaSirayeli!+
17 Wabhala neencwadi+ zokungcikiva uYehova uTHIXO kaSirayeli+ wathetha nxamnye naye, esithi: “Njengoothixo beentlanga+ zala mazwe abangabahlangulanga abantu babo esandleni sam,+ ngoko noTHIXO kaHezekiya akayi kubahlangula abantu bakhe esandleni sam.”