Isaya 10:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Kuya kuthi xa uYehova enqumla wonke umsebenzi wakhe eNtabeni yeZiyon naseYerusalem, ndenze kuphendulwe ngesiqhamo sokusa kwentliziyo kakumkani waseAsiriya nokuzigwagwisa ngokuphakama kwamehlo akhe.+ Isaya 14:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Wena ke, uthe entliziyweni yakho, ‘Ndiya kunyuka ndiye ezulwini.+ Itrone yam+ ndiya kuyiphakamisa phezu kweenkwenkwezi+ zikaThixo, yaye ndiya kuhlala phantsi entabeni yokuhlangana,+ kweyona mimandla ithe qelele yasemntla.+
12 “Kuya kuthi xa uYehova enqumla wonke umsebenzi wakhe eNtabeni yeZiyon naseYerusalem, ndenze kuphendulwe ngesiqhamo sokusa kwentliziyo kakumkani waseAsiriya nokuzigwagwisa ngokuphakama kwamehlo akhe.+
13 Wena ke, uthe entliziyweni yakho, ‘Ndiya kunyuka ndiye ezulwini.+ Itrone yam+ ndiya kuyiphakamisa phezu kweenkwenkwezi+ zikaThixo, yaye ndiya kuhlala phantsi entabeni yokuhlangana,+ kweyona mimandla ithe qelele yasemntla.+