Eksodus 9:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kuba ngeli xesha ndiya kuthumela zonke izibetho zam nxamnye nentliziyo yakho, nakubakhonzi bakho, nakubantu bakho, ukuze wazi ukuba akukho namnye unjengam emhlabeni wonke.+ Yoshuwa 9:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Baza bathi kuye: “Abakhonzi bakho bavela kwilizwe elikude kakhulu+ ngenxa yegama+ likaYehova uThixo wakho, ngenxa yokuba siluvile udumo lwakhe nako konke awakwenza eYiputa,+ 1 Samuweli 4:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Yeha ke thina! Ngubani na oya kusisindisa esandleni salo Thixo uyingangamsha? Lo ngulo THIXO owabetha iYiputa ngalo lonke uhlobo lokubulala ngogonyamelo entlango.+ Isaya 37:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Akuvanga na?+ Ukususela kumaxesha amandulo ndiza kwenza oko.+Ukususela kwimihla eyadlulayo ndikuyilile.+ Ke kaloku ndiza kukuzisa.+Yaye uya kuziphanzisa izixeko ezinqatyisiweyo zibe ziimfumba zamanxuwa.+
14 Kuba ngeli xesha ndiya kuthumela zonke izibetho zam nxamnye nentliziyo yakho, nakubakhonzi bakho, nakubantu bakho, ukuze wazi ukuba akukho namnye unjengam emhlabeni wonke.+
9 Baza bathi kuye: “Abakhonzi bakho bavela kwilizwe elikude kakhulu+ ngenxa yegama+ likaYehova uThixo wakho, ngenxa yokuba siluvile udumo lwakhe nako konke awakwenza eYiputa,+
8 Yeha ke thina! Ngubani na oya kusisindisa esandleni salo Thixo uyingangamsha? Lo ngulo THIXO owabetha iYiputa ngalo lonke uhlobo lokubulala ngogonyamelo entlango.+
26 Akuvanga na?+ Ukususela kumaxesha amandulo ndiza kwenza oko.+Ukususela kwimihla eyadlulayo ndikuyilile.+ Ke kaloku ndiza kukuzisa.+Yaye uya kuziphanzisa izixeko ezinqatyisiweyo zibe ziimfumba zamanxuwa.+