1 Kumkani 12:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ngenxa yoko ukumkani waceba+ waza wenza amathole amabini enkomo ngegolide+ waza wathi ebantwini: “Yinkxamleko ukuba niye eYerusalem. Nanku uThixo wakho,+ Sirayeli, owakukhupha ezweni laseYiputa.”+ 2 Kronike 34:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kwakhona, kwizixeko zakwaManase+ nezakwaEfrayim+ nezakwaSimeyon ukuya kufikelela kwaNafetali, neendawo zazo eziphanzileyo macala onke,
28 Ngenxa yoko ukumkani waceba+ waza wenza amathole amabini enkomo ngegolide+ waza wathi ebantwini: “Yinkxamleko ukuba niye eYerusalem. Nanku uThixo wakho,+ Sirayeli, owakukhupha ezweni laseYiputa.”+
6 Kwakhona, kwizixeko zakwaManase+ nezakwaEfrayim+ nezakwaSimeyon ukuya kufikelela kwaNafetali, neendawo zazo eziphanzileyo macala onke,