IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 20:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 “Uze ungazenzeli umfanekiso oqingqiweyo okanye imbonakalo yayo nantoni na esemazulwini phezulu okanye esemhlabeni phantsi okanye esemanzini phantsi komhlaba.+

  • 2 Kumkani 10:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Kodwa izono zikaYerobhoham+ unyana kaNebhati, awamonisa ngazo uSirayeli,+ uYehu akazange aphambuke ekuzilandeleni, oko kukuthi, amathole egolide+ elinye lawo laliseBheteli elinye likwaDan.+

  • 2 Kronike 11:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Yaye wazibekela kwizigxina ababingeleli beendawo eziphakamileyo+ nabeedemon ezimilise okweebhokhwe+ nabamathole eenkomo awayewenzile.+

  • IZenzo 17:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 “Ekubeni, ke ngoko, siyinzala kaThixo,+ sifanele singacingi ukuba Lowo Ungokobuthixo+ unjengegolide okanye isilivere okanye ilitye, njengento eqingqwe ngobugcisa nokuyila komntu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share