Duteronomi 12:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 kodwa endaweni leyo aya kuyinyula uYehova uThixo wenu ezizweni zenu zonke ukuba alimise khona igama lakhe, ukuba lihlale khona, kulapho niya kumfuna khona, niye khona.+ 1 Kumkani 8:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 ukuze amehlo akho abe nokuvulekela+ kule ndlu ubusuku nemini, kule ndawo wathi ngayo, ‘Igama lam liya kuba lapho,’+ ukuze uphulaphule umthandazo athandaza ngawo umkhonzi wakho ngale ndawo.+ 1 Kumkani 9:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 UYehova wahlabela mgama wathi kuye: “Ndiwuvile umthandazo wakho+ nesicelo sakho sobabalo ocele ngaso ubabalo phambi kwam. Ndiyingcwalisile+ le ndlu uyakhileyo ngokubeka igama lam+ apho ukusa kwixesha elingenammiselo; kwaye ngokuqinisekileyo amehlo am+ nentliziyo yam aya kusoloko elapho.+
5 kodwa endaweni leyo aya kuyinyula uYehova uThixo wenu ezizweni zenu zonke ukuba alimise khona igama lakhe, ukuba lihlale khona, kulapho niya kumfuna khona, niye khona.+
29 ukuze amehlo akho abe nokuvulekela+ kule ndlu ubusuku nemini, kule ndawo wathi ngayo, ‘Igama lam liya kuba lapho,’+ ukuze uphulaphule umthandazo athandaza ngawo umkhonzi wakho ngale ndawo.+
3 UYehova wahlabela mgama wathi kuye: “Ndiwuvile umthandazo wakho+ nesicelo sakho sobabalo ocele ngaso ubabalo phambi kwam. Ndiyingcwalisile+ le ndlu uyakhileyo ngokubeka igama lam+ apho ukusa kwixesha elingenammiselo; kwaye ngokuqinisekileyo amehlo am+ nentliziyo yam aya kusoloko elapho.+