IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 7:48
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 48 Kwaye uSolomon wenza zonke iimpahla zendlu kaYehova, isibingelelo+ segolide netafile+ yegolide ekwakukho kuyo isonka sokubonisa,

  • 2 Kronike 4:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Wandula wenza iziphatho zezibane zegolide,+ ezilishumi zazo ngokuyilwa kwazo,+ waza wazibeka etempileni, ezihlanu ngasekunene ezihlanu ngasekhohlo.+

  • 2 Kronike 36:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ekuthwaseni+ konyaka uKumkani uNebhukadenetsare wathumela+ ukuba kuziswe eBhabhiloni+ iimpahla ezinqwenelekayo zendlu kaYehova.+ Ngapha koko, wenza uZedekiya+ uyisekazi ukumkani wakwaYuda naseYerusalem.+

  • Ezra 1:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 UKumkani uKoreshi wazizisa iimpahla zendlu kaYehova,+ ezo uNebhukadenetsare wayeze nazo eYerusalem+ waza wazibeka endlwini yothixo wakhe.+

  • Yeremiya 28:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kwisithuba seminyaka emibini epheleleyo ndiza kuyibuyisela kule ndawo yonke impahla yendlu kaYehova leyo uNebhukadenetsare ukumkani waseBhabhiloni+ wayithabathayo kule ndawo ukuze ayise eBhabhiloni.’”

  • Daniyeli 5:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ephenjelelwa yiwayini leyo,+ uBheleshatsare wathi makulandwe izitya zegolide nezesilivere+ ezathatyathwa nguNebhukadenetsare uyise etempileni eyayiseYerusalem, ukuze ukumkani, nezihandiba zakhe, namashweshwe akhe, nabafazi bakhe baseqadini basele ngazo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share