2 Samuweli 11:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kwathi ke ekuqaleni konyaka,+ ngexesha lokuhlasela kookumkani,+ uDavide wathumela uYowabhi nabakhonzi bakhe noSirayeli wonke, ukuba baye konakalisa+ oonyana baka-Amoni baze bangqinge neRabha,+ ngoxa uDavide wayehleli eYerusalem. 1 Kumkani 20:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kamva umprofeti+ wasondela kukumkani wakwaSirayeli waza wathi kuye: “Hamba, uzomeleze+ uze uphawule, ubone ukuba yintoni na oza kuyenza;+ kuba ukumkani waseSiriya uza kuza nxamnye nawe kwisithuba esingangonyaka.”+ 2 Kumkani 13:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Emva koko uElisha wafa baza bamngcwaba.+ Yaye kwakukho amatutu+ amaMowabhi+ awayesiza njalo kwelo lizwe ekuthwaseni konyaka.
11 Kwathi ke ekuqaleni konyaka,+ ngexesha lokuhlasela kookumkani,+ uDavide wathumela uYowabhi nabakhonzi bakhe noSirayeli wonke, ukuba baye konakalisa+ oonyana baka-Amoni baze bangqinge neRabha,+ ngoxa uDavide wayehleli eYerusalem.
22 Kamva umprofeti+ wasondela kukumkani wakwaSirayeli waza wathi kuye: “Hamba, uzomeleze+ uze uphawule, ubone ukuba yintoni na oza kuyenza;+ kuba ukumkani waseSiriya uza kuza nxamnye nawe kwisithuba esingangonyaka.”+
20 Emva koko uElisha wafa baza bamngcwaba.+ Yaye kwakukho amatutu+ amaMowabhi+ awayesiza njalo kwelo lizwe ekuthwaseni konyaka.