IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 24:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Wayithabathela ekuthinjweni+ yonke iYerusalem nazo zonke iinkosana+ nawo onke amadoda angamakroti,+ anamandla—wathabathela ekuthinjweni ishumi lamawaka—nazo zonke iingcibi+ nabakhi bodonga lokukhusela. Akukho namnye owasala ngasemva ngaphandle kodidi olusweleyo+ lwabantu belo lizwe.

  • Yeremiya 39:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ke inxalenye yabantu, izisweli ezazingenanto konke konke, uNebhuzaradan intloko yamafanankosi wayishiya kwilizwe lakwaYuda;+ yaye wayinika izidiliya nenkonzo yesinyanzelo ngaloo mini.+

  • Yeremiya 40:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ekuhambeni kwexesha zonke iintloko zomkhosi ezazisendle,+ zona namadoda azo, zeva ukuba ukumkani waseBhabhiloni umisele uGedaliya unyana ka-Ahikam phezu kwelizwe nokuba ummisele phezu kwamadoda nabafazi nabantwana abancinane nabathile abantu abasweleyo belizwe, ababengathatyathelwanga ekuthinjweni eBhabhiloni.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share