Yeremiya 40:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngoko zeza kuGedaliya eMizpa, kwanoIshmayeli+ unyana kaNetaniya noYohanan+ noYonatan, oonyana bakaKareya, noSeraya unyana kaTanumete noonyana bakaEfayi umNetofa+ noYezaniya+ unyana womMahakati,+ bona namadoda abo.+
8 Ngoko zeza kuGedaliya eMizpa, kwanoIshmayeli+ unyana kaNetaniya noYohanan+ noYonatan, oonyana bakaKareya, noSeraya unyana kaTanumete noonyana bakaEfayi umNetofa+ noYezaniya+ unyana womMahakati,+ bona namadoda abo.+