2 Kumkani 25:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kwathi ngenyanga yesixhenxe+ kwafika uIshmayeli+ unyana kaNetaniya unyana kaElishama wenzala yasebukhosini, ekunye namadoda alishumi, amxabela uGedaliya+ wafa, yena namaYuda namaKhaledi awayekunye naye eMizpa.+ Yeremiya 41:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Ngenyanga yesixhenxe kwafika uIshmayeli+ unyana kaNetaniya unyana kaElishama+ wenzala yasebukhosini+ nongowamadoda aziintloko akwakumkani namanye amadoda alishumi enaye+ kuGedaliya unyana ka-Ahikam eMizpa.+ Yaye badla isonka ndawonye apho eMizpa.+
25 Kwathi ngenyanga yesixhenxe+ kwafika uIshmayeli+ unyana kaNetaniya unyana kaElishama wenzala yasebukhosini, ekunye namadoda alishumi, amxabela uGedaliya+ wafa, yena namaYuda namaKhaledi awayekunye naye eMizpa.+
41 Ngenyanga yesixhenxe kwafika uIshmayeli+ unyana kaNetaniya unyana kaElishama+ wenzala yasebukhosini+ nongowamadoda aziintloko akwakumkani namanye amadoda alishumi enaye+ kuGedaliya unyana ka-Ahikam eMizpa.+ Yaye badla isonka ndawonye apho eMizpa.+