Duteronomi 3:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “UYayire+ unyana kaManase wathabatha wonke ummandla weArgobhi+ ukusa emdeni wamaGeshure+ namaMahakati,+ waza wazibiza ezo dolophana zaseBhashan ngelakhe igama, ngokuthi yiHavoti-yayire,+ unanamhla. Yoshuwa 12:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 nowayelawula kwiNtaba yeHermon+ naseSaleka nakuyo yonke iBhashan,+ ukuya kufikelela kumda wamaGeshure+ namaMahakati,+ nesiqingatha seGiliyadi, ukuya kummandla kaSihon+ ukumkani waseHeshbhon.+
14 “UYayire+ unyana kaManase wathabatha wonke ummandla weArgobhi+ ukusa emdeni wamaGeshure+ namaMahakati,+ waza wazibiza ezo dolophana zaseBhashan ngelakhe igama, ngokuthi yiHavoti-yayire,+ unanamhla.
5 nowayelawula kwiNtaba yeHermon+ naseSaleka nakuyo yonke iBhashan,+ ukuya kufikelela kumda wamaGeshure+ namaMahakati,+ nesiqingatha seGiliyadi, ukuya kummandla kaSihon+ ukumkani waseHeshbhon.+