IMizekeliso 8:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Unoyolo umntu ondiphulaphulayo ngokuhlala ephaphile eminyangweni yam imihla ngemihla, ngokulinda emigubasini yeminyango yam.+ IZenzo 22:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “NdingumYuda,+ owazalelwa eTarso yaseKilikiya,+ kodwa ndafundiswa kwesi sixeko ezinyaweni zikaGamaliyeli,+ ndayalelwa ngokobungqongqo+ boMthetho wamanyange, ndinenzondelelo+ ngoThixo kanye njengoko nonke nina ninjalo ngalo mhla.
34 Unoyolo umntu ondiphulaphulayo ngokuhlala ephaphile eminyangweni yam imihla ngemihla, ngokulinda emigubasini yeminyango yam.+
3 “NdingumYuda,+ owazalelwa eTarso yaseKilikiya,+ kodwa ndafundiswa kwesi sixeko ezinyaweni zikaGamaliyeli,+ ndayalelwa ngokobungqongqo+ boMthetho wamanyange, ndinenzondelelo+ ngoThixo kanye njengoko nonke nina ninjalo ngalo mhla.