Genesis 37:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Kamva uRubhen wabuyela emhadini wamanzi waza wabona engasekho uYosefu emhadini lowo wamanzi. Ngoko ke wazikrazula izambatho zakhe.+ 1 Kumkani 21:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kwathi kamsinya nje akuba uAhabhi ewavile la mazwi, wazikrazula izambatho zakhe wabeka amarhonya+ enyameni yakhe; wazila ukutya waza waqhubeka elele phantsi emarhonyeni ehamba ematshekile.+ 2 Kumkani 19:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kwathi kamsinya akukuva oko uKumkani uHezekiya,+ ngoko nangoko wazikrazula izambatho+ zakhe waza wazigqubuthela ngerhonya+ waya endlwini kaYehova.+
29 Kamva uRubhen wabuyela emhadini wamanzi waza wabona engasekho uYosefu emhadini lowo wamanzi. Ngoko ke wazikrazula izambatho zakhe.+
27 Kwathi kamsinya nje akuba uAhabhi ewavile la mazwi, wazikrazula izambatho zakhe wabeka amarhonya+ enyameni yakhe; wazila ukutya waza waqhubeka elele phantsi emarhonyeni ehamba ematshekile.+
19 Kwathi kamsinya akukuva oko uKumkani uHezekiya,+ ngoko nangoko wazikrazula izambatho+ zakhe waza wazigqubuthela ngerhonya+ waya endlwini kaYehova.+