1 Samuweli 17:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Ngoko umFilisti wathi kuDavide: “Ndiyinja na,+ ukuba uze kum uneentonga?” UmFilisti wamqalekisa uDavide ngoothixo bakhe.+ 2 Samuweli 9:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Yena waqubuda waza wathi: “Uyintoni na umkhonzi wakho, ukuba ubheke inja efileyo+ enjengam nje?” INdumiso 22:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Wuhlangule kwikrele umphefumlo wam,+Okuphela kwawo kwithupha lenja;+
43 Ngoko umFilisti wathi kuDavide: “Ndiyinja na,+ ukuba uze kum uneentonga?” UmFilisti wamqalekisa uDavide ngoothixo bakhe.+